1 Kwabasekorinte 8:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba kambe, nokuba kukho ekuthiwa bangoothixo, nokuba kusezulwini, nokuba kuphezu komhlaba (kwanjengokuba kukho oothixo abaninzi, neenkosi ezininzi), kuthi thina mnye uThixo,

1 Kwabasekorinte 8

1 Kwabasekorinte 8:2-13