1 Kwabasekorinte 8:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngako ke ukudliwa kwamadini enziwa kwizithixo, siyazi ukuba akukho nto isisithixo ehlabathini; siyazi ukuba mnye kwaphela uThixo, akukho wumbi.

1 Kwabasekorinte 8

1 Kwabasekorinte 8:1-9