1 Kwabasekorinte 8:12-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

12. Nisenjenjalonje ke ukona kubo abazalwana, nísidubule nje isazela sabo esiswele amandla, nona kuKristu.

13. Ngenxa yoko ndithi, Ukuba ukudla kuyamkhubekisa umzalwana wam, andisayi kudla nyama naphakade, ukuze ndingamkhubekisi umzalwana wam.

1 Kwabasekorinte 8