1 Kwabasekorinte 4:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Makenjenjalo ke umntu ukucinga ngathi, athi singabakhonzi bakaKristu, athi singamagosa eemfihlelo zikaThixo.

2. Ke kaloku ke, kufuneka kuwo amagosa, ukuba ulowo kuwo afumaneke ethembekile.

1 Kwabasekorinte 4