1 Kwabasekorinte 5:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwandile ukuvakala ukuba kukho umbulo phakathi kwenu; ngumbulo ke lowo ongazanga ukhankanywe naphakathi kweentlanga, owokuba uthile abe nomfazi kayise.

1 Kwabasekorinte 5

1 Kwabasekorinte 5:1-8