1 Kwabasekorinte 13:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndingafanelana ndisamkelisa amahlwempu ngempahla yam yonke, nokuba ndithe umzimba wam ndawunikela ukuba utshiswe, uthando ke ndingenalo, akundincedi lutho.

1 Kwabasekorinte 13

1 Kwabasekorinte 13:1-6