1 Kwabasekorinte 13:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndingafanelana ndinabo nobuprofeto, ndizazi iimfihlelo zonke, ndinako konke ukwazi; ndingafanelana ndinalo lonke ukholo, ngokokude ndisuse iintaba, uthando ke ndingenalo, andinto yanto.

1 Kwabasekorinte 13

1 Kwabasekorinte 13:1-11