1 Kayohane 4:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zintanda, musani ukukholwa ngoomoya bonke, bacikideni oomoya ukuba ngabakaThixo na; ngokuba baninzi abaprofeti ababuxoki, abaphumé bangena ehlabathini.

1 Kayohane 4

1 Kayohane 4:1-11