1 Izikronike 9:37-40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

37. noGedore, noAhiyo, noZekariya, noMikeloti.

38. UMikeloti wazala uShimeham. Kwanabo bahlala nabazalwana babo eYerusalem, malunga nabazalwana babo.

39. UNere wazala uKishe; uKishe wazala uSawule; uSawule wazala uYonatan, noMalekishuwa, noAbhinadabhi, noEshbhahali.

40. Unyana kaYonatan nguMeribhi-bhahali; uMeribhi-bhahali wazala uMika.

1 Izikronike 9