1 Izikronike 9:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Onke ke amaSirayeli abhalwa emilibeni yokuzalwa: nango ke ebhaliwe encwadini yookumkani bakwaSirayeli. AmaYuda athinjwa, asiwa eBhabheli ngenxa yokumeneza kwawo.

1 Izikronike 9

1 Izikronike 9:1-4