1 Izikronike 8:5-6-20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. nguNahaman, noAhiya, noGera, owabafudusayo; uEhudi wazala u-Uza noAhihudi.

8. UShaharayim wazala emhlabeni wakwaMowabhi, emveni kokubandulula wakhe ooHushim noBhahara, abafazi bakhe;

9. wazala ngoHodeshe umkakhe: uYobhabhi, noTsibheya, noMesha, noMalekom,

1 Izikronike 8