1 Izikronike 8:38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAtsele ebenoonyana abathandathu; ngawo la amagama abo; nguAzerikam, nguBhokeru, noIshmayeli, noShehariya, no-Obhadiya, noHanan. Bonke abo babengoonyana baka-Atsele.

1 Izikronike 8

1 Izikronike 8:30-40