3. Oonyana bakaBhela babengooAdare, noGera, noAbhihudi,
4. noAbhishuwa, noNahaman, noAhowa,
5-6. noGera, noShefufan, noHuram. Ngabo abo oonyana bakaEhudi, abo baziintloko zezindlu zooyise kubemi baseGebha; babafudusela eManahati:
7. nguNahaman, noAhiya, noGera, owabafudusayo; uEhudi wazala u-Uza noAhihudi.
8. UShaharayim wazala emhlabeni wakwaMowabhi, emveni kokubandulula wakhe ooHushim noBhahara, abafazi bakhe;