24. noElam, noAntotiya, noIfediya,
25. noPenuweli babengoonyana bakaShashaki.
26. OoShamesherayi, noShehariya, noAtaliya,
27. noYareshiya, noEliya, noZikri babengoonyana bakaYeroham.
28. Zizo ezo iintloko zezindlu zooyise ngokweenzala zazo; ziintloko ke ezo; ezo zahlala eYerusalem.
29. EGibheyon kwahlala ozala amaGibheyon, uYehiyeli; igama lomkakhe belinguMahaka.