1 Izikronike 8:1-11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. UBhenjamin wazala uBhela amazibulo akhe, noAshebhele owesibini,

2. noAhara owesithathu, uNoha owesiné, noRafa owesihlanu.

3. Oonyana bakaBhela babengooAdare, noGera, noAbhihudi,

4. noAbhishuwa, noNahaman, noAhowa,

7. nguNahaman, noAhiya, noGera, owabafudusayo; uEhudi wazala u-Uza noAhihudi.

8. UShaharayim wazala emhlabeni wakwaMowabhi, emveni kokubandulula wakhe ooHushim noBhahara, abafazi bakhe;

9. wazala ngoHodeshe umkakhe: uYobhabhi, noTsibheya, noMesha, noMalekom,

10. noYehutse, noShakiya, noMirma. Ngabo abo oonyana bakhe, iintloko zezindlu zooyise.

11. NgoHushim wazala uAbhitubhi noEliphahali.

1 Izikronike 8