1 Izikronike 7:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abazalwana babo, ngokwemizalwane yonke yakwaIsakare, amagorha anobukroti, baye bengamashumi asibhozo anesixhenxe amawaka, ukubhalwa kwabo emilibeni yabo yokuzalwa bebonke.

1 Izikronike 7

1 Izikronike 7:1-15