1 Izikronike 7:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndawonye nabo ngokweenzala zabo, ngokwezindlu zooyise, kwakukho izimpi zomkhosi wokulwa, amashumi amathathu anamathandathu amawaka; ngokuba babenabafazi noonyana abaninzi.

1 Izikronike 7

1 Izikronike 7:1-10