1 Izikronike 5:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bayithimba imfuyo yawo, iinkamela zawo amashumi omahlanu amawaka, nempahla emfutshane amakhulu omabini anamanci mahlanu amawaka, namaesile amawaka amabini, abantu belikhulu lamawaka.

1 Izikronike 5

1 Izikronike 5:19-26