1 Izikronike 5:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bancediswa kuwo, amaHagari anikelwa esandleni sabo, nabo bonke abebenawo. Ngokuba balila kuThixo ekulweni, wathandazeka ngabo; ngokuba babekholose ngaye.

1 Izikronike 5

1 Izikronike 5:15-26