1 Izikronike 23:5-7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

5. Abamasango baba ngamawaka amané; abadumisa uYehova ngeempahla endazenzela ukudumisa, watsho uDavide, baba ngamawaka amané.

6. UDavide wabahlula bazizahlulo ngokoonyana bakaLevi, yanguGershon, noKehati, noMerari.

7. KumaGershon yanguLadan noShimehi.

1 Izikronike 23