1 Izikronike 24:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke oonyana baka-Aron, amaqela abo ibingala: oonyana baka-Aron nguNadabhi, noAbhihu, noElazare, noItamare.

1 Izikronike 24

1 Izikronike 24:1-6