1 Izikronike 23:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kubo aba, abokongamela umsebenzi wendlu kaYehova baba ngamashumi amabini anamané amawaka; ababhali nabagwebi bangamawaka amathandathu.

1 Izikronike 23

1 Izikronike 23:3-13