1 Izikronike 23:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Babalwa abaLevi, kwathatyathelwa kwabaminyaka imashumi mathathu bezelwe kwenyusa. Inani labo ngokweentloko zabo, indoda ngendoda, laba ngamashumi amathathu anesibhozo amawaka.

1 Izikronike 23

1 Izikronike 23:1-5