1 Izikronike 22:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabona, uya kuzalelwa unyana; yena uya kuba yindoda yoxolo; ndiya kumphumza ezintshabeni zakhe zonke ngeenxa zonke; ngokuba liya kuba nguSolomon* igama lakhe, ndiwanike uxolo nokuzola amaSirayeli ngeemini zakhe.

1 Izikronike 22

1 Izikronike 22:5-17