1 Izikronike 19:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabathabatha uHanun abakhonzi bakaDavide, wabaguya, wazicanda phakathi iingubo zawo ezinde, wada waya kuma ngemisekela; wabandulula ke.

1 Izikronike 19

1 Izikronike 19:1-11