1 Izikronike 19:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi abathetheli boonyana baka-Amon kuHanun, Ùcinga ukuba uDavide uzukisa uyihlo na emehlweni akho, ngokuba ethume abakhuzi kuwe? Abakhonzi bakhe àbezé kuwe na ukuze baligocagoce, balibhukuqe, balihlole ilizwe?

1 Izikronike 19

1 Izikronike 19:1-4