1 Izikronike 19:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Asaba ama-Aram ebusweni bamaSirayeli; uDavide wabulala kuma-Aram amawaka asixhene abeenqwelo zokulwa, namashumi amané amawaka amadoda angumqikela, wabulala noShofaki, umthetheli womkhosi.

1 Izikronike 19

1 Izikronike 19:12-19