1 Izikronike 19:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaxelwa kuDavide; wahlanganisa amaSirayeli onke, wayiwela iYordan, waya kuwo, wakha uluhlu ukuba alwe nawo. UDavide walwakha uluhlu, esiya kuwahlangabeza ama-Aram ukuba alwe nawo; alwa ke naye.

1 Izikronike 19

1 Izikronike 19:14-19