1 Izikronike 17:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ekuhambeni konke, endakuhamba-hambayo namaSirayeli onke, khe ndathetha izwi na nakumnye kubagwebi bakwaSirayeli, endabawisela umthetho wokwalúsa abantu bam, lokuthi, Yini na ukuba ningàndakheli ndlu yamisedare?

1 Izikronike 17

1 Izikronike 17:1-15