1 Izikronike 17:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba andihlalanga ndlwini, kususela kulaa mini ndawanyusayo ngayo amaSirayeli, unanamhla; ke ndisuka ententeni ndiye ententeni, ndisuke emnqubeni ndiye emnqubeni.

1 Izikronike 17

1 Izikronike 17:3-8