1 Izikronike 17:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndiya kummisa endlwini yam, nasebukumkanini bam, kude kuse ephakadeni; itrone yakhe iya kuzinza kude kuse ephakadeni.

1 Izikronike 17

1 Izikronike 17:8-23