1 Izikronike 17:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna ndiya kuba nguyise kuye, yena abe ngunyana kum. Inceba yam andiyi kuyisusa kuye, njengoko ndayisusayo kowayengaphambi kwakho.

1 Izikronike 17

1 Izikronike 17:11-14