Kothi, xa ithe yazaliseka imihla yakho yokuba uye kooyihlo, ndiyiphakamise emva kwakho imbewu yakhe, eya kuvela koonyana bakho, ndibuzinzise ukukumkani bakhe.