1 Izikronike 17:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

kususela kulaa mini ndabamisela abantu bam amaSirayeli abagwebi, ndazithoba zonke iintshaba zakho. Ke ndiyakuxelela ukuba uYehova uya kukwakhela indlu.

1 Izikronike 17

1 Izikronike 17:2-11