1 Izikronike 11:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAbhishayi, umninawa kaYowabhi, yena waye eyintloko yamathathu. Yena wathi rhuthu intshuntshe yakhe kumakhulu amathathu, wabinza. Waba negama ke kulawo mathathu.

1 Izikronike 11

1 Izikronike 11:14-26