1 Izikronike 11:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Makube lee kum, Thixo wam, ukwenza oko. Igazi lala madoda, eliyimiphefumlo yawo, ndolisela yini na? ngokuba awazisa encamé imiphefumlo yawo. Akavuma ke ukuwasela. Enza ezo zinto amagorha lawo mathathu.

1 Izikronike 11

1 Izikronike 11:10-24