1. UAdam, uSete, uEnoshe,
2. uKenan, uMahalaleli, uYerede,
3. uEnoki, uMetusela, uLameki,
4. uNowa, uShem, uHam, uYafete.
5. Oonyana bakaYafete nguGomere, noMagogi, noMadayi, noYavan, noTubhali, noMesheki, noTirasi.
6. Oonyana bakaGomere nguAshekenazi, noDifati, noTogarma.
7. Oonyana bakaYavan nguElisha noTarshishe, ngamaKiti, namaDodan.
8. Oonyana bakaHam nguKushi, noMitserayim, noPuti, noKanan.
9. Oonyana bakaKushi nguSebha, noHavila, noSabheta, noRama, noSabheteka. Oonyana bakaRama nguShebha noDedan.
37-38. Oonyana bakaRehuweli ngooNahati, noZera, noShama, noMiza. Oonyana bakaSehira nguLotan, noShobhali, noTsibheyon, noAna, noDishon, noEtsere, noDishan.