1 Izikronike 1:37-38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Oonyana bakaRehuweli ngooNahati, noZera, noShama, noMiza. Oonyana bakaSehira nguLotan, noShobhali, noTsibheyon, noAna, noDishon, noEtsere, noDishan.

1 Izikronike 1

1 Izikronike 1:27-47