Uyohane 11:57 Ibhayibhile (XHO96)

Ababingeleli abaziintloko nabaFarasi babeyalele okokuba ukuba kukho bani waziyo apho uYesu akhoyo, kufuneka axele, ukuze bambambe.

Uyohane 11

Uyohane 11:54-57