Uyobi 12:1-2 Ibhayibhile (XHO96) Ke uYobi waphendula wathi: “Inene, ningabona bantu;ibe ke nobulumko buya kufa nani!