Umsebenzi Wabathunywa 27:7 Ibhayibhile (XHO96)

Sahamba iintsuku icotha inqanawa, sada emva kokuhamba nzima kakhulu, saya kufika ngakwidolophu iKinido. Umoya awusivumelanga ukuba sihambe ngqo ngaloo ndlela, saza ke sehla ngecala elingenamoya elikumzantsi weKrete, saya kudlula ngaseSalimone.

Umsebenzi Wabathunywa 27

Umsebenzi Wabathunywa 27:5-14