Umsebenzi Wabathunywa 26:30-32 Ibhayibhile (XHO96)

30. Waza ke ukumkani, irhuluneli, noBhernike, nabo bonke ababelapho, baphakama,

31. baza xa bemkayo wathi omnye komnye: “Le ndoda ayenzanga nto engade ibulawe okanye ifakwe entolongweni ngenxa yayo.”

32. Wathi uAgripa kuFesto: “Le ndoda ngeyikhululwa ukuba ibingabhenelanga *kuKhesare.”

Umsebenzi Wabathunywa 26