Umsebenzi Wabathunywa 25:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ezama ukuzenza mhle kumaJuda, uFesto wathi kuPawulos: “Ungathanda ukuya eJerusalem ukuze ndilichophele khona ityala lakho ngezi zityholo?”

Umsebenzi Wabathunywa 25

Umsebenzi Wabathunywa 25:8-12