Umsebenzi Wabathunywa 25:10 Ibhayibhile (XHO96)

Waphendula uPawulos wathi: “Apha ndimi enkundleni kaKhesare, kanye apho limelwe kukuthethwa khona ityala lam. Akukho nto ndiwone ngayo amaJuda, njengoko nawe ngokwakho uqonda.

Umsebenzi Wabathunywa 25

Umsebenzi Wabathunywa 25:8-11