Uluka 21:8 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi ke yena: “Lumkani ningalahlekiswa, kuba baninzi abaya kuza egameni lam; besithi banguye uKrestu, besithi ixesha lisondele. Ke nina ze ningabalandeli.

Uluka 21

Uluka 21:6-16