Uluka 21:7 Ibhayibhile (XHO96)

Bambuza ke uYesu besithi: “Mfundisi, ziya kubakho nini na ezi zinto? Uya kuba yintoni na umqondiso wokuzalisekiswa kwazo?”

Uluka 21

Uluka 21:2-9