Uluka 18:41-43 Ibhayibhile (XHO96)

41. “Ufuna ukuba ndikwenzele ntoni na?”Yathi imfama kuye: “Nkosi yam, ndicela ukuba ndibuye ndibone.”

42. Wathi kuyo uYesu: “Kulungile ke, bona! Ukholo lwakho lukuphilisile.”

43. Yabuya yabona kwangoko, yamlandela uYesu, ibulela uThixo. Bonke abantu, bakukubona oko, bamdumisa uThixo.

Uluka 18