Ke abafundi baphendula bathi kuYesu: “Phi na, Nkosi?”Yaza ke yathi kubo: “Apho sikhoyo isidumbu kulapho aya kuhlanganisana khona amaxhalanga.”