Ujeremiya 8:2 Ibhayibhile (XHO96)

Aya kubhencwa elangeni nasenyangeni nasezinkwenkwezini ababezithanda bezikhonza, bekhokelwa zizo, bebuzisa kuzo, benqula zona. Aya kuthi saa phezu komhlaba oku kwamalongwe, angafihlwa bani.

Ujeremiya 8

Ujeremiya 8:1-12