Ujeremiya 8:1 Ibhayibhile (XHO96)

Nanku umlomo kaNdikhoyo: “Ngelo xesha amathambo ookumkani bakwaJuda, naweendwalutho zalapho, awababingeleli kunye nabashumayeli kwakunye nabemi baseJerusalem, aya kukhutshwa emangcwabeni.

Ujeremiya 8

Ujeremiya 8:1-2